NONTSIKELELOLYRICS BY Lloyiso

 [Verse 1]
Hlala nam nzwakazi
Noba ndiya kuxaka
impilo yami ngaphandle kwakho ayiphelelanga...
ndinika wena isandla sami s
ibambe njalo sukuyeka noba
amandla asewekho andiphelelanga

[Pre-chorus]
Ndiyabuya ×2
mamela ×2
iphutha lami kukushiya wena
bambelela ngothando ngoba nam
ngiyakuthanda iphutha
lami kukushiya wena

[Chorus]
Nontsikelelo ndiya buya
Nontsikelelo ndifuna wena...
andilali ebusuku ndicinga ngawe
nontsikelelo ndiya buya

[Verse 2]
the many times I just can get hold of you
I know you're thinking slowly
replaying the times that we had
noba ungahamba noba ungangishiya
inhliziyo yam ifuna wena...

No comments:

Post a Comment