NGIKUTHANDILE LYRICS BY VUSI NOVA



thatha, nants'intliziyo yam 
thatha nal'uthando lolwakho 
thatha nants'intliziyo yam
zuyiphathe njengeqanda 
 standwa andenzi ngabom 
ndiyaz'thandela apha kuwe 
Heeybo andenzi ngabom yooh 
ndicel' 

 ndikuthandile standwa sam 
ngentliziyo yami yonke 
nditsh'ythando endinalo 
soze luphele x2 

indlela ondithanda ngayo 
kukhw'indlela ondibamba ngayo 
baby indlela ondijonga ngayo 
baby iyandigqiba yeah 

standwa andenzi ngabom yeah 
andiphathwa nazintloni 
xa ndifun'ukbamba, ndifun'ukuk'thanda 
ngaske lingatshoni 

ndikuthandile standwa sam 
ngentliziyo yami yonke 
nditsh'uthando endinalo 
soze luphele 

uthath'umphemfumlo wam 
Thulisile, ebusuku nemini 
ndiphupha ngawe x2 
 ndikuthandile(ndikuthandile)standwa sam 
ngemtliziyo yami yonke 
nditsh'uthando (nditsh'uthando)endinalo 
soze luphele x2

No comments:

Post a Comment