UKUTHANDA KWAKHO LYRICS BY NATHI
makude kwenzeke ukuthandza kwakho
Kunini silindile bhuti enkosi
Ukulala ungathandazanga, kufana nje ngokulala umnyango ungavalwanga
Ukulala ungathandazanga kuyafana nokulala ungavalanga cango.....
bhuti siyakuthanda
Ndine ndawo ifuna nolila
makude kwenzeke ukuthandza kwakho
Kunini silindile bhuti enkosi
yhini madoda !! makwenzeke bawo
makude kwenzeke ukuthandza kwakho
Kunini silindile bhuti enkosi
Ukulala ungathandazanga, kufana nje ngokulala umnyango ungavalwanga
Ukulala ungathandazanga kuyafana nokulala ungavalanga cango.....
bhuti siyakuthanda
Ndine ndawo ifuna nolila
makude kwenzeke ukuthandza kwakho
Kunini silindile bhuti enkosi
yhini madoda !! makwenzeke bawo
Nathi presents the official audio to his single, Ukuthanda Kwakho, off his album Iphupha Labantu.
Subscribe to:
Post Comments (Atom)
-
kuthi hhuu! [feel pressure of the Air (Spirit)] Zonke ezam Xa zibuya uzozibona [When My squad returns you’ll see] Banomoya. [They a...
-
Ekoti te ( you missed the shot). Dj Mopao frontiere ya liwa, kanga foto (Dj Mopao the border of death, take a photo) Tutu Roba Ve...
-
Where to go I do not know Looking for answers why I do not know You are no longer listening You are no longer interested You are ...
No comments:
Post a Comment