UKUTHANDA KWAKHO LYRICS BY NATHI
makude kwenzeke ukuthandza kwakho
Kunini silindile bhuti enkosi
Ukulala ungathandazanga, kufana nje ngokulala umnyango ungavalwanga
Ukulala ungathandazanga kuyafana nokulala ungavalanga cango.....
bhuti siyakuthanda
Ndine ndawo ifuna nolila
makude kwenzeke ukuthandza kwakho
Kunini silindile bhuti enkosi
yhini madoda !! makwenzeke bawo

Nathi presents the official audio to his single, Ukuthanda Kwakho, off his album Iphupha Labantu.
No comments:
Post a Comment