Showing posts with label NATHI. Show all posts
Showing posts with label NATHI. Show all posts

UZOZIBONELA LYRICS BY NATHI

Nathi uphiwe kakhulu mntakwethu!
Nathi uphiwe kakhulu mntakwethu!
Standwa sam bendizok'jonga ndafika abantu beth awukho
Xawuthanda umntu uyamtshata maan, awungeke uthi uzozibonela
"Ngeke uthi uzozibonelaa"
"Ngeke uthi uzozibonelaa"
Ocefe lobhontsi jonge ezantsi apha kule bethwa nguMona xem
mawumthanda uyamtshela madoda
ayi uyiphiwe lento abakuyeke wonke umculo wakho umnandi.
Ndyamthanda lo Nathi umtsha... Iingoma zothando zitsho kqala

UKUTHANDA KWAKHO LYRICS BY NATHI

 makude kwenzeke ukuthandza kwakho
Kunini silindile bhuti enkosi
Ukulala ungathandazanga, kufana nje ngokulala umnyango ungavalwanga
Ukulala ungathandazanga kuyafana nokulala ungavalanga cango.....
bhuti siyakuthanda
Ndine ndawo ifuna nolila
makude kwenzeke ukuthandza kwakho
Kunini silindile bhuti enkosi
yhini madoda !! makwenzeke bawo

Nathi presents the official audio to his single, Ukuthanda Kwakho, off his album Iphupha Labantu.

QEQE (EMATHANDWENI) LYRICS BY NATHI

Qeqe (Crazy in love)
nazo ke bhuti nam ndiphambene
yilengoma ndiyiQeqe
Qeqe qeqe ndisemathandewni
ndiyiqeqe kungoku

Qeqe (Crazy in love)
nazo ke bhuti nam ndiphambene
yilengoma ndiyiQeqe
Qeqe qeqe ndisemathandewni

ndiyiqeqe kungoku
Qeqe (Crazy in love)
nazo ke bhuti nam ndiphambene
yilengoma ndiyiQeqe
Qeqe qeqe ndisemathandewni
ndiyiqeqe kungoku